3 “‘Kungasiphi na isizathu esathi sazila ukutya waza akwabona,+ saxhwalekisa imiphefumlo yethu+ waza wena akwaphawula nto?’+
“Eneneni nanifumana uyolo ngawo kanye umhla wokuzila kwenu, xa kwakukho bonke abo babulaleka ngenxa yenu enanibaqweqwedisa emsebenzini.+