IMizekeliso 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+ Isaya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+ Yeremiya 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba andizange ndithethe nookhokho benu, ndingazange ndibayalele ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa ngokuphathelele imibandela yomnikelo otshiswa kuphele nemibingelelo.+
8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+
11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+
22 Kuba andizange ndithethe nookhokho benu, ndingazange ndibayalele ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa ngokuphathelele imibandela yomnikelo otshiswa kuphele nemibingelelo.+