19 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndilinikela kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni ilizwe laseYiputa,+ yaye umele ayithabathe emke nayo indyebo yalo aze athabathe into eninzi yamaxhoba kulo,+ aliphange kakhulu; libe ngumvuzo womkhosi wamajoni akhe.’