IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kothi ke ukuba bangathi kuwe, ‘Siya kuphuma siye phi na?’ wena umele uthi kubo, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Nabani na ongowesibetho esibulalayo, makaye kwisibetho esibulalayo! Nabani na ongowekrele, makaye ekreleni! Nabani na ongowendlala, makaye endlaleni!+ Nabani na ongowokuthinjwa, makaye ekuthinjweni!”’+

  • Yeremiya 44:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ndiza kubaphendulisa abo bahlala kwilizwe laseYiputa, kanye njengoko ndayiphendulisayo iYerusalem, ngekrele, ngendlala nangendyikitya yokufa.+

  • Hezekile 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Inxalenye yenu esisithathu—iya kufa ngendyikitya yokufa,+ ifikelele esiphelweni sayo ngendlala phakathi kwenu.+ Yaye enye inxalenye esisithathu—iya kuwa ngekrele macala onke. Nenxalenye esisithathu yokugqibela ndiya kuyichithachithela emimoyeni yonke,+ ndirhole ikrele emva kwayo.+

  • Zekariya 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ekugqibeleni ndathi: “Andiyi kuqhubeka ndinalusa.+ Ofayo, makafe. Otshayelwayo, makatshayelwe.+ Abo ke baseleyo, mabaqwenge, ngamnye inyama yeqabane lakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share