IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kuba hleze wenze umnqophiso nabemi belo zwe, njengoko ngokuqinisekileyo beya kuba neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo babo,+ babingelele kwabo thixo babo,+ aze othile kubo akumeme ngokuqinisekileyo, uze uwudle ngokuqinisekileyo omnye wombingelelo wakhe.+

  • Hezekile 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Kodwa wakholosa ngobuhle bakho+ waza waba ngunongogo ngenxa yegama lakho+ nezenzo zakho zobunongogo waziphalazela kuye wonke odlulayo;+ kwaba kokwakhe.

  • Hoseya 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Endlwini kaSirayeli ndibone into eqhiphula umbilini.+ Apho uEfrayim+ uyahenyuza. USirayeli uzenze inqambi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share