Eksodus 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+ Eksodus 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UYehova yindoda enamandla yemfazwe.+ UYehova ligama lakhe.+ Yeremiya 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+ Amosi 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UMenzi wekroza leKima+ nekroza+ leKesile,+ Lowo ujika ithunzi+ elimnyama libe yintsasa, Lowo wenze imini yaba mnyama njengobusuku,+ Lowo ubiza amanzi olwandle, ukuze awathululele phezu komhlaba+—nguYehova igama lakhe;+ Amosi 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Lowo wakhela emazulwini izinyuko zakhe,+ nesakhiwo sakhe phezu komhlaba awawusekayo;+ lowo ubiza amanzi olwandle,+ ukuze awathululele phezu komhlaba+—nguYehova igama lakhe.’+
3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+
18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+
8 UMenzi wekroza leKima+ nekroza+ leKesile,+ Lowo ujika ithunzi+ elimnyama libe yintsasa, Lowo wenze imini yaba mnyama njengobusuku,+ Lowo ubiza amanzi olwandle, ukuze awathululele phezu komhlaba+—nguYehova igama lakhe;+
6 “‘Lowo wakhela emazulwini izinyuko zakhe,+ nesakhiwo sakhe phezu komhlaba awawusekayo;+ lowo ubiza amanzi olwandle,+ ukuze awathululele phezu komhlaba+—nguYehova igama lakhe.’+