Yeremiya 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova. Yeremiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+ Yeremiya 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.” IZililo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Khumbula inkxwaleko yam nemo yam yokungabi nakhaya,+ umhlonyane nesityalo esinetyhefu.+
14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova.
15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+
15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.”