INdumiso 80:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Owu Yehova Thixo wemikhosi, kuya kude kube nini na uligwele ngumsindo nxamnye nomthandazo wabantu bakho?+ IMizekeliso 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UYehova ukude nabangendawo,+ kodwa umthandazo wamalungisa uyawuva.+ IMizekeliso 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Oyisusayo indlebe yakhe ekuveni umthetho+—kwanomthandazo wakhe uyinto ecekisekayo.+ Isaya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+ Yeremiya 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uYehova wathi kum: “Musa ukusithandazela esi sizwana ukuba kusilungele.+ Mika 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngelo xesha baya kumemeza kuYehova becela uncedo, kodwa akayi kubaphendula.+ Uya kubufihla ubuso bakhe kubo ngelo xesha,+ ngenxa yobubi ababenzileyo.+ Zekariya 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Kuya kuthi ke, kanye njengoko wayebizile baza abaphulaphula,+ nabo babize ndize mna ndingaphulaphuli,’+ utsho uYehova wemikhosi.
4 Owu Yehova Thixo wemikhosi, kuya kude kube nini na uligwele ngumsindo nxamnye nomthandazo wabantu bakho?+
15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+
4 Ngelo xesha baya kumemeza kuYehova becela uncedo, kodwa akayi kubaphendula.+ Uya kubufihla ubuso bakhe kubo ngelo xesha,+ ngenxa yobubi ababenzileyo.+
13 “‘Kuya kuthi ke, kanye njengoko wayebizile baza abaphulaphula,+ nabo babize ndize mna ndingaphulaphuli,’+ utsho uYehova wemikhosi.