Yeremiya 38:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Owu nkosi yam kumkani, la madoda enze ububi kuko konke akwenzileyo kuYeremiya umprofeti, lowo amphose equleni, kangangokuba uya kufa+ apho akhoyo ngenxa yendlala.+ Kuba akusekho sonka esixekweni.” Yeremiya 52:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo,+ indlala yaba qatha esixekweni yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+ IZililo 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bamana ukuthi koonina: “Kuphi na ukudla okuziinkozo newayini?”+Ngenxa yokutyhafa kwabo njengalowo ubuleweyo kwiindawo zembutho zesixeko,Ngenxa yokuphalazwa komphefumlo wabo esifubeni soonina. IZililo 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ulwimi lowanyayo lunamathele enkalakahleni yakhe ngenxa yonxano.+Abantwana bacele isonka.+ Akukho bani ubabelayo.+
9 “Owu nkosi yam kumkani, la madoda enze ububi kuko konke akwenzileyo kuYeremiya umprofeti, lowo amphose equleni, kangangokuba uya kufa+ apho akhoyo ngenxa yendlala.+ Kuba akusekho sonka esixekweni.”
6 Ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo,+ indlala yaba qatha esixekweni yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+
12 Bamana ukuthi koonina: “Kuphi na ukudla okuziinkozo newayini?”+Ngenxa yokutyhafa kwabo njengalowo ubuleweyo kwiindawo zembutho zesixeko,Ngenxa yokuphalazwa komphefumlo wabo esifubeni soonina.
4 Ulwimi lowanyayo lunamathele enkalakahleni yakhe ngenxa yonxano.+Abantwana bacele isonka.+ Akukho bani ubabelayo.+