1 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+ Isaya 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+ Mika 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+
10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+
2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+
10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+