IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndabuya ke ndazibona zonke izenzo zengcinezelo+ ezenziwayo phantsi kwelanga, yaye, khangela! iinyembezi zabo bacinezelweyo,+ kodwa bengenamthuthuzeli;+ yaye kwicala labacinezeli kwakukho amandla, khon’ ukuze bangabi namthuthuzeli.

  • IZililo 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Silila kakhulu ebudeni bobusuku,+ neenyembezi zaso zisezidleleni zaso.+

      Asinabani wokusithuthuzela phakathi kwabo bonke abo basithandayo.+

      Wona kanye onke amaqabane aso aqhubene naso ngobuqhophololo.+ Aye aziintshaba zaso.+

  • IZililo 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ndiya kukusebenzisa njengengqina lantoni na? Ndiya kukufanisa nantoni na, ntombi yaseYerusalem?+

      Ndiya kukulinganisa nantoni na, ukuze ndikuthuthuzele, ntombi enyulu yaseZiyon?+

      Kuba ukuwa kwakho+ kukhulu kanye njengolwandle. Ngubani na onokukuphilisa?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share