Eksodus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+ Eksodus 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova emehlweni oonyana bakaSirayeli kwaye kunjengomlilo odlayo+ encotsheni yentaba.
18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+
17 Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova emehlweni oonyana bakaSirayeli kwaye kunjengomlilo odlayo+ encotsheni yentaba.