2 Kumkani 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+ Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.