IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UYehova unguMhlwempuzisi+ noMtyebisi,+

      UMthobi, kwanoMphakamisi,+

  • INdumiso 75:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba nguThixo umgwebi.+

      Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+

  • INdumiso 113:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Uvusa eluthulini isisweli;+

      Uphakamisa ihlwempu eluthuthwini,+

  • Daniyeli 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+

  • Filipi 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share