Duteronomi 27:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uqalekisiwe omphatha ngendelelo uyise okanye unina.+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) IMizekeliso 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+