IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Beka uyihlo nonyoko+ ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.+

  • Levitikus 19:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Yoyikani elowo unina noyise,+ nizigcine iisabatha zam.+ NdinguYehova uThixo wenu.

  • Duteronomi 21:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Xa indoda ithe yanonyana oneenkani nonemvukelo,+ ongaliphulaphuliyo ilizwi likayise okanye ilizwi likanina,+ bamlungisa kodwa akaphulaphula,+

  • Duteronomi 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Omgibisela ngamatye onke amadoda esixeko sakowabo, afe. Ubususe ke ububi phakathi kwakho, yaye uya kuva wonke uSirayeli aze oyike.+

  • IMizekeliso 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+

  • IMizekeliso 30:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi.

  • Mateyu 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share