2 Kumkani 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye uYehova wamthumelela amatutu amaKhaledi+ namatutu amaSiriya namatutu amaMowabhi+ namatutu oonyana baka-Amoni, yaye waqhubeka ewathumela nxamnye noYuda ukuba amtshabalalise, ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo ngabakhonzi bakhe abaprofeti. Isaya 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Khangela! Ilizwe lamaKhaledi.+ Ngabo aba abantu—iAsiriya+ yangqineka ingeyiyo—bayiseka ukuze ibe yeyabemi basezinkqantosini.+ Bamise iinqaba zabo zokungqinga;+ baziphange azabi nanto iinqaba zayo zokuhlala;+ ubani uyimise njengenxuwa eliwohlokayo.+
2 Yaye uYehova wamthumelela amatutu amaKhaledi+ namatutu amaSiriya namatutu amaMowabhi+ namatutu oonyana baka-Amoni, yaye waqhubeka ewathumela nxamnye noYuda ukuba amtshabalalise, ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo ngabakhonzi bakhe abaprofeti.
13 Khangela! Ilizwe lamaKhaledi.+ Ngabo aba abantu—iAsiriya+ yangqineka ingeyiyo—bayiseka ukuze ibe yeyabemi basezinkqantosini.+ Bamise iinqaba zabo zokungqinga;+ baziphange azabi nanto iinqaba zayo zokuhlala;+ ubani uyimise njengenxuwa eliwohlokayo.+