Numeri 33:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+ Yoshuwa 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+
55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+
13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+