Yeremiya 30:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke bonke abo bakuqwengayo baya kuqwengwa;+ zona ke iintshaba zakho zonke, ziya kuya ekuthinjweni zonke.+ Nabo bakuphangayo ngokuqinisekileyo baya kuphangwa, nabo bonke abo bakwenza ixhoba ndiya kubanikela ukuba babe ngamaxhoba.”+
16 Ngoko ke bonke abo bakuqwengayo baya kuqwengwa;+ zona ke iintshaba zakho zonke, ziya kuya ekuthinjweni zonke.+ Nabo bakuphangayo ngokuqinisekileyo baya kuphangwa, nabo bonke abo bakwenza ixhoba ndiya kubanikela ukuba babe ngamaxhoba.”+