INdumiso 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Abanjalo ke bona abangendawo,Kunoko banjengomququ ophetshethwa ngumoya.+ Isaya 57:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekukhaleni kwakho ufuna uncedo ingqokelela yakho yezinto ayiyi kukuhlangula,+ kodwa ziya kumka nomoya.+ Umphunga uya kuzisusa, kodwa lowo uzimela ngam+ uya kulidla ilifa ilizwe aze ayidle ilifa nentaba yam engcwele.+
13 Ekukhaleni kwakho ufuna uncedo ingqokelela yakho yezinto ayiyi kukuhlangula,+ kodwa ziya kumka nomoya.+ Umphunga uya kuzisusa, kodwa lowo uzimela ngam+ uya kulidla ilifa ilizwe aze ayidle ilifa nentaba yam engcwele.+