IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Buyani ngokohlwaya kwam.+ Ngoko ndiza kumpompozisa kuni umoya wam;+ ndiza kunazisa amazwi am.+

  • Isaya 55:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+

  • Yeremiya 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Buyani, nina nyana bakreqileyo.+ Ndiya kuniphilisa kwimeko yenu yokukreqa.”+

      “Sithi aba! Size kuwe, kuba wena, Yehova, unguThixo wethu.+

  • Yeremiya 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 bona besithi, ‘Khanincede nibuye, wonk’ ubani endleleni yakhe embi nasebubini bezenzo zenu,+ nize niqhubeke nihlala emhlabeni uYehova awaninika wona nina nookhokho benu ukususela kudala ukusa kwixesha elide elizayo.+

  • Hezekile 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Buyani nize nizibuyise kwizithixo zenu ezinezothe+ nibubuyise ubuso benu kwanakwizinto zenu zonke ezicekisekayo;+

  • Hoseya 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Buya, Sirayeli, uze kuYehova uThixo wakho,+ kuba ukhubekile ngesiphoso sakho.+

  • IZenzo 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share