IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+

  • Hezekile 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndakuthi kongendawo, ‘Ngokuqinisekileyo uya kufa,’+ uze wena okunene ungamlumkisi, uthethe ukuze ulumkise ongendawo endleleni yakhe engendawo ukuze ahlale ephila,+ ekubeni engendawo, uya kufa ngenxa yesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho.+

  • Luka 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Eneneni, ndithi kuni, akunjalo; kodwa, ukuba anithanga niguquke, notshatyalaliswa ngokunjalo nani nonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share