Yeremiya 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Xa sizila ukutya, andisiphulaphuli isikhalo saso sokubongoza;+ naxa sinikela umnikelo otshiswa kuphele nomnikelo wokudla okuziinkozo, andikholiswa siso;+ kuba ndisiphelisa ngekrele nangendlala nangendyikitya yokufa.”+ Hezekile 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yena ke lowo ukude,+ uya kufa ngendyikitya yokufa; ke yena lowo ukufuphi, uya kuwa ngekrele; nalowo useleyo nolondoloziweyo, uya kufa ngendlala, ndandule ke ndiwuphelise kubo umsindo wam.+
12 Xa sizila ukutya, andisiphulaphuli isikhalo saso sokubongoza;+ naxa sinikela umnikelo otshiswa kuphele nomnikelo wokudla okuziinkozo, andikholiswa siso;+ kuba ndisiphelisa ngekrele nangendlala nangendyikitya yokufa.”+
12 Yena ke lowo ukude,+ uya kufa ngendyikitya yokufa; ke yena lowo ukufuphi, uya kuwa ngekrele; nalowo useleyo nolondoloziweyo, uya kufa ngendlala, ndandule ke ndiwuphelise kubo umsindo wam.+