IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+

  • INdumiso 74:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khumbula oku: Utshaba lungcikivile, Yehova,+

      Nabantu abangenangqiqo baliphathe ngokungenantlonelo igama lakho.+

  • Isaya 48:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngenxa yegama lam ndiya kuwunqanda umsindo wam,+ nangenxa yendumiso yam ndiya kuzithintela ngakuwe ukuze unganqunyulwa.+

  • Isaya 52:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+

  • Hezekile 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share