Numeri 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+ Hezekile 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngaba intliziyo yakho iya kuhlala inyamezela+ okanye izandla zakho zikunike amandla ngemihla yokuthabatha kwam inyathelo ngawe?+ Mna, Yehova, ndithethile yaye ndiza kuthabatha inyathelo.+ Hezekile 28:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Okunene baya kuhlala ke kuwo ngonqabiseko,+ bakhe izindlu+ baze batyale izidiliya,+ yaye baya kuhlala benqabisekile+ ekubagwebeni kwam bonke abo babajikelezileyo nababagculelayo;+ bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo.”’” Hezekile 37:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Kwaye ndiza kufaka umoya wam kuni, nize nibuyele ebomini,+ yaye ndiza kunihlalisa emhlabeni wenu; nazi ukuba mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko,’ utsho uYehova.”+
19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+
14 Ngaba intliziyo yakho iya kuhlala inyamezela+ okanye izandla zakho zikunike amandla ngemihla yokuthabatha kwam inyathelo ngawe?+ Mna, Yehova, ndithethile yaye ndiza kuthabatha inyathelo.+
26 Okunene baya kuhlala ke kuwo ngonqabiseko,+ bakhe izindlu+ baze batyale izidiliya,+ yaye baya kuhlala benqabisekile+ ekubagwebeni kwam bonke abo babajikelezileyo nababagculelayo;+ bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo.”’”
14 ‘Kwaye ndiza kufaka umoya wam kuni, nize nibuyele ebomini,+ yaye ndiza kunihlalisa emhlabeni wenu; nazi ukuba mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko,’ utsho uYehova.”+