Yeremiya 50:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “baya kuza oonyana bakaSirayeli, bona noonyana bakaYuda ndawonye.+ Baya kuhamba, belila ukuhamba kwabo,+ yaye baya kufuna uYehova uThixo wabo.+ Zekariya 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiza kuyenza eyongamileyo indlu kaYuda, nendlu kaYosefu ndiya kuyisindisa.+ Ndiza kubahlalisa, kuba ndiza kubenzela inceba;+ bamele babe njengabo ndingazange ndibalahle;+ kuba ndinguYehova uThixo wabo, kwaye ndiya kubaphendula.+
4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “baya kuza oonyana bakaSirayeli, bona noonyana bakaYuda ndawonye.+ Baya kuhamba, belila ukuhamba kwabo,+ yaye baya kufuna uYehova uThixo wabo.+
6 Ndiza kuyenza eyongamileyo indlu kaYuda, nendlu kaYosefu ndiya kuyisindisa.+ Ndiza kubahlalisa, kuba ndiza kubenzela inceba;+ bamele babe njengabo ndingazange ndibalahle;+ kuba ndinguYehova uThixo wabo, kwaye ndiya kubaphendula.+