Isaya 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Izithixo ezingenaxabiso ziya kudlula ngokupheleleyo.+ Hezekile 11:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuza apho baze bashenxise kuwo zonke izinto ezilizothe nazo zonke izinto ezicekisekayo.+ Hezekile 20:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuzikhumbula apho iindlela zenu+ nazo zonke izenzo zenu enazenza iinqambi ngazo,+ nize okunene nizive nizothekile bubuso benu ngenxa yazo zonke izinto zenu ezimbi enizenzileyo.+ Hoseya 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+ “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.” Zekariya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+
18 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuza apho baze bashenxise kuwo zonke izinto ezilizothe nazo zonke izinto ezicekisekayo.+
43 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuzikhumbula apho iindlela zenu+ nazo zonke izenzo zenu enazenza iinqambi ngazo,+ nize okunene nizive nizothekile bubuso benu ngenxa yazo zonke izinto zenu ezimbi enizenzileyo.+
8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+ “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.”
2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+