Hezekile 29:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiza kukushiya ke entlango, wena neentlanzi zemijelo yomNayile+ wakho. Uya kuwela phezu komhlaba.+ Akuyi kuhlanganiswa ungayi kuqokeleleka ndawonye. Ndiza kukunikela ube kukutya kwamarhamncwa omhlaba nokwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu.+
5 Ndiza kukushiya ke entlango, wena neentlanzi zemijelo yomNayile+ wakho. Uya kuwela phezu komhlaba.+ Akuyi kuhlanganiswa ungayi kuqokeleleka ndawonye. Ndiza kukunikela ube kukutya kwamarhamncwa omhlaba nokwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu.+