IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Waza umFilisti wahlabela mgama wathi kuDavide: “Yiza kum apha, yaye ndiza kunika iintaka zezulu namarhamncwa asendle inyama yakho.”+

  • Yeremiya 7:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+

  • Yeremiya 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ewe, ndiza kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo;+ kwaye izidumbu zabo ziya kuba kukudla kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nezamarhamncwa omhlaba.+

  • Hezekile 32:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndiya kukulahlela emhlabeni. Ndiya kukuphosa phantsi.+ Ndiya kuzibangela zihlale phezu kwakho zonke izidalwa eziphaphazelayo zamazulu, ndiwanelise ngawe amarhamncwa omhlaba uphela.+

  • Hezekile 39:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Uya kuwela+ ezintabeni zakwaSirayeli, wena nawo onke amabutho akho nezizwana eziya kube zinawe. Ndiza kukunikela ezintakeni ezidla inyama, zonke iintlobo zeentaka ezinamaphiko, namarhamncwa asendle ube kukudla.”’+

  • ISityhilelo 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ukuze nidle inyama+ yookumkani nenyama yabaphathi-mikhosi nenyama yabantu abomeleleyo+ nenyama yamahashe+ neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka nabancinane nabakhulu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share