IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Wena ke, musa ukoyika, mkhonzi wam Yakobi,” utsho uYehova, “ungangenwa nalunkwantyo, Sirayeli.+ Kuba yabona, ndikusindisa usekude nenzala yakho kwilizwe lokuthinjwa kwayo.+ Kwaye uYakobi ngokuqinisekileyo uya kubuya, angaphazanyiswa aze ahlale ngokukhululeka, yaye akuyi kubakho bani umngcangcazelisayo.”+

  • Yeremiya 44:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke bona abasindileyo ekreleni, baya kubuya elizweni laseYiputa baye kwilizwe lakwaYuda, bembalwa ngenani;+ bonke abo bentsalela yakwaYuda, abeza kwilizwe laseYiputa ukuba bahlale apho njengabaphambukeli, ngokuqinisekileyo baya kwazi ukuba lilizwi likabani elithi libe yinyaniso, lelam okanye lelabo kusini na.”’”+

  • Hezekile 14:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa, khangela! ngokuqinisekileyo kuya kubakho iqela labasindileyo eliya kusala kuyo, abo baziswayo.+ Oonyana neentombi, nabo ke! Bayaphuma beze kuni, yaye niya kuyibona indlela yabo nezenzo zabo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo niya kuthuthuzeleka ngenxa yentlekele endiya kube ndiyizisile phezu kweYerusalem, kona konke oko ndiya kube ndikuzisile phezu kwayo.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share