IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngokuba uYehova uThixo wakho unguThixo onenceba.+ Akayi kukulahla okanye akonakalise okanye awulibale umnqophiso+ awawufungela ookhokho bakho.

  • 2 Kronike 36:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngaphezu koko, wathabatha abaseleyo ekreleni wabathimbela eBhabhiloni,+ yaye baba ngabakhonzi bakhe+ naboonyana bakhe de ubukhosi bamaPersi+ baqalisa ukulawula;

  • Isaya 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kusaya kubakho inxalenye yeshumi kulo,+ kodwa nayo iya kutshiswa, njengomthi omkhulu nanjengomthi oxandileyo othi, xa ugawulwe,+ ube nesiphunzi;+ yimbewu engcwele ke isiphunzi eso.”+

  • Isaya 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+

  • Hezekile 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘“Naxa kusenzeka oku ndiza kuninika abasindileyo ekreleni babe yintsalela phakathi kweentlanga, xa nichithachithwa emazweni.+

  • Mika 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Nabaseleyo kwaYakobi+ bamele babe phakathi kwezizwana ezininzi njengombethe ovela kuYehova,+ njengomvumbi phezu kotyani,+ obungathembele mntwini okanye bulindele koonyana bomntu wasemhlabeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share