IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bangcolile.+ Nasendlwini yam ndifumene ububi babo,”+ utsho uYehova.

  • Hezekile 22:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ababingeleli bayo bawugonyamele umthetho wam,+ yaye bayazihlambela iindawo zam ezingcwele.+ Abenzanga mahluko+ phakathi kwento engcwele neqhelekileyo,+ naphakathi kwento engahlambulukanga nehlambulukileyo,+ kwaye bawafihlile amehlo abo+ kwiisabatha zam, yaye ndihlanjelwe phakathi kwabo.+

  • Hezekile 44:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Kodwa bona ke abaLevi abashenxela kude kum+ ekuphambukeni kukaSirayeli, owaphambukayo wemka kum, waphambukela kwizithixo zabo ezinezothe, nabo bamele basithwale isiphoso sabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share