IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 “Kothi kanye njengokuba uYehova wayegcoba ngani ukuba anenzele okulungileyo, anandise,+ enjenjalo uYehova ukugcoba ngani ukuba anitshabalalise, anibhubhise;+ ninyothulwe emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+

  • Hezekile 18:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Lahlani konke ukunxaxha kwenu eniye nanxaxha ngako+ nize nizenzele intliziyo entsha+ nomoya omtsha,+ kuba kutheni na ukuba nife,+ ndlu kaSirayeli?’

  • Hezekile 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” itsho iNkosi enguMongami uYehova, “andiyoliswa kukufa kongendawo,+ kodwa kukuba ongendawo abuye+ endleleni yakhe aze okunene ahlale ephila.+ Buyani, buyani ezindleleni zenu ezimbi,+ kuba kutheni na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share