IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Kuya kuthi ke esikhundleni seoli yebhalsam+ ibe livumba lokuvunda; esikhundleni sebhanti ibe yintsontelo; esikhundleni sokulungiswa kweenwele ngobugcisa ibe yinkqayi;+ esikhundleni sesambatho esimfumamfuma ibe ngamarhonya;+ ibe luphawu lomtshiso+ esikhundleni sobuhle.

  • Isaya 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ezitratweni zakhe babhinqe amarhonya.+ Naseluphahleni+ lwakhe nakwiindawo zembutho bayabhomboloza, besehla belila.+

  • Yeremiya 48:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kuba zonke iintloko zinenkqayi,+ nazo zonke iindevu zinquthulwe.+ Ezandleni zonke ziintlanga,+ nasezinqeni lirhonya!’”+

  • Amosi 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndiza kuyijika imithendeleko yenu ibe kukuzila+ nazo zonke iingoma zenu zibe sisimbonono, kwaye ndiza kuzinxibisa amarhonya izinqe zonke ndize ndizichebe inkqayi iintloko zonke;+ yaye ndiza kuyenza imeko ibe njengokuzilela unyana okuphela kwakhe,+ nokuphela kwako kube njengemini ekrakra.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share