IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 27:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye otyhidiweyo,+ nto leyo ecekisekayo kuYehova,+ eyimveliso yezandla zosebenza ngomthi nangesinyithi,+ ayibeke endaweni esitheleyo.’ (Baphendule bonke abantu bathi, ‘Amen!’)+

  • Yeremiya 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ndiza kwenza nakuyo indlu ebizwe ngegama lam,+ enikholose ngayo,+ nakuyo indawo endaninika yona nina nookhokho benu, kanye njengoko ndenzayo kuyo iShilo.+

  • IZililo 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 IZiyon izolulile izandla zayo.+ Ayinamthuthuzeli.+

      UYehova unikele umyalelo ngokuphathelele uYakobi kubo bonke abo bamjikelezileyo njengeentshaba zakhe.+

      IYerusalem iye yaba yinto eyenyanyekayo phakathi kwabo.+

  • Hoseya 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ndamfumana uSirayeli njengezidiliya zasentlango.+ Ndababona ookhokho benu njengekhiwane lokuqala emkhiwaneni, ekuqaleni kwawo.+ Basuka bona baya kuBhahali wasePehore,+ yaye baqhubeka bezahlulela kwinto enezothe,+ yaye baba lizothe njengento eyintandane yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share