IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 27:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Utsho uYehova kum ukuthi, ‘Zenzele izibopho needyokhwe,+ uzibeke entanyeni yakho.+

  • Yeremiya 39:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu, ukuze amzise eBhabhiloni.

  • Yeremiya 40:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya emva kokuba wayendululwe eRama+ nguNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi, ekumthabatheni kwakhe ebotshiwe ngemixokelelwane phakathi kwabo bonke abathinjwa baseYerusalem nabakwaYuda, ababethatyathelwa ekuthinjweni eBhabhiloni.+

  • IZililo 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Undithintele ngokungathi kungodonga lwamatye, ukuze ndingaphumi.+ Uwenze aba nzima amakhamandela am obhedu.+

  • Nahum 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nayo yayifanele ithinjwe; yabanjwa.+ Abantwana bayo nabo batyunyuzwa kuzo zonke iimbombo zezitrato;+ kwaye amadoda azukileyo enza amaqashiso ngayo,+ yaye bonke abo bayo bakhulu babotshwe ngamakhamandela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share