2 Kumkani 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+ 2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Yeremiya 52:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+
21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+