Yeremiya 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+ Yeremiya 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi, ‘Khangela! Ndiyakundulula umke phezu komhlaba. Umele ufe kulo nyaka,+ kuba uthethe imvukelo ecacileyo nxamnye noYehova.’”+ Yeremiya 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ‘baniprofetela ubuxoki egameni lam. Andibathumanga,’+ utsho uYehova.”’”
14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+
16 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi, ‘Khangela! Ndiyakundulula umke phezu komhlaba. Umele ufe kulo nyaka,+ kuba uthethe imvukelo ecacileyo nxamnye noYehova.’”+