IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngenxa yoko uYehova wathi: “Isikhalo sokumangalelwa kweSodom neGomora sikhulu,+ ewe, nesono sazo sinzima kakhulu.+

  • Nehemiya 9:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+

  • Yeremiya 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye baya kuthi: “Kungenxa yokuba bawushiyile umnqophiso kaYehova uThixo wabo+ baza baqalisa ukuqubuda kwabanye oothixo, babakhonza.”’+

  • Hezekile 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, uyazibona na ukuba nkulu kwazo izinto ezicekisekayo abazenzayo,+ izinto indlu kaSirayeli ezenzayo apha ukuze mna ndibe kude nengcwele yam?+ Ukanti usaya kubona izinto ezicekisekayo ezinkulu.”

  • Hezekile 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+

  • Daniyeli 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wena, Yehova, unobulungisa, kodwa thina sigutyungelwe lihlazo ngayo le mini,+ thina namadoda akwaYuda, nabemi baseYerusalem, nabo bonke abakwaSirayeli, abo bakufuphi nabo bakude kuwo onke amazwe obasasazele kuwo ngenxa yokungathembeki kwabo abenze ngako nxamnye nawe.+

  • Roma 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share