Levitikus 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo. INdumiso 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza okubi,+Ukuze akunqumle ukukhankanywa kwabo emhlabeni.+ Hezekile 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye ndimele ndibhekise ubuso bam kuloo ndoda+ ndize ndiyibeke njengomqondiso+ nomzekelo,+ ndiyinqumle phakathi kwabantu bam;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.”’+
10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.
8 Yaye ndimele ndibhekise ubuso bam kuloo ndoda+ ndize ndiyibeke njengomqondiso+ nomzekelo,+ ndiyinqumle phakathi kwabantu bam;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.”’+