Eksodus 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndoyiyeka ngokwenene ibe lukhuni intliziyo kaFaro,+ abasukele ngokuqinisekileyo ndize ndizukiseke ngoFaro nangomkhosi wakhe wamajoni wonke;+ azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova.”+ Benza ke bona kanye njengoko. INdumiso 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova waziwa ngomgwebo awuphumezileyo.+Ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo urhintyelwe.+Higayoni. Seʹlah. Hezekile 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nabo babuleweyo ngokuqinisekileyo baya kuwa phakathi kwenu,+ nazi ukuba ndinguYehova.+ Hezekile 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+
4 Ndoyiyeka ngokwenene ibe lukhuni intliziyo kaFaro,+ abasukele ngokuqinisekileyo ndize ndizukiseke ngoFaro nangomkhosi wakhe wamajoni wonke;+ azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova.”+ Benza ke bona kanye njengoko.
16 UYehova waziwa ngomgwebo awuphumezileyo.+Ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo urhintyelwe.+Higayoni. Seʹlah.
4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+