IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 29:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Yaye kothi ke ekuweveni kukabani lowo amazwi esi sifungo,+ azikhohlise entliziyweni yakhe, esithi, ‘Mna ndiya kuba seluxolweni,+ ngoxa ndisenza ngokobulukhuni bentliziyo yam,’+ kuze oko kuphumele ekubeni kutshayelwe kokubini osele wahlutha kwanonxaniweyo,

  • ABagwebi 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye kwakusithi akufa umgwebi bajike baze benze ngokonakala kunooyise ngokulandela abanye oothixo ukuze babakhonze baze baqubude kubo.+ Abazange baluyeke uqheliselo lwabo nokuziphatha kwabo ngeenkani.+

  • Nehemiya 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Nangona wawunikela ubungqina+ nxamnye nabo ukuze ubabuyisele emthethweni wakho,+ bona babekhukhumala+ bangayiphulaphuli imiyalelo yakho; yaye babesona+ nxamnye nemimiselo+ yakho, leyo, ukuba umntu uza kuyenza, amele aphile ngayo.+ Kwaye baqhubeka bekwenzela iinkani,+ bazenza lukhuni iintamo zabo,+ yaye abazange baphulaphule.+

  • Yeremiya 6:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bonke bangabona bantu baneenkani,+ bahambahamba njengabanyelisi+—ubhedu nentsimbi. Bonke bayonakalisa.+

  • Yeremiya 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+

  • Yeremiya 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kodwa baqhubeka belandela ubulukhuni bentliziyo yabo+ nemifanekiso kaBhahali,+ ababafundisa ngayo ooyise;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share