INdumiso 92:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abo batyalwe endlwini kaYehova,+Ezintendelezweni zoThixo wethu,+ baya kutyatyamba. Daniyeli 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+
17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+