Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+ Mateyu 25:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 ndandize,+ nandambesa. Ndandigula, nandivelela. Ndandisentolongweni,+ neza kum.’ Yakobi 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela, eswele ukutya okulingene imini,+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+