IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Asuka ke amadoda atyunjwe ngamagama+ athabatha abathinjwa, abambesa bonke ababeze phakathi kwabo ngamaxhoba. Ngoko babambesa+ babanika iimbadada babapha ukutya+ babaseza+ babathambisa. Ngapha koko, nabaphi na ababehexahexa, babakhwelisa+ emaesileni babazisa eYeriko,+ isixeko semithi yesundu,+ ecaleni kwabazalwana babo. Emva koko babuyela eSamariya.+

  • Hezekile 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 kungekho ndoda ayidlakazelisayo;+ isibambiso awasithabathayo ngenxa yetyala, esibuyisa;+ engahluthanga nto ngokuphanga;+ olambileyo emnika esakhe isonka+ nohamba ze emgubungela ngesambatho;+

  • Mateyu 25:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 ndandize,+ nandambesa. Ndandigula, nandivelela. Ndandisentolongweni,+ neza kum.’

  • Yakobi 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela, eswele ukutya okulingene imini,+

  • 1 Yohane 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share