Hezekile 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wena ke, nyana womntu, yiva endikuthethayo kuwe. Ungabi nemvukelo njengendlu enemvukelo.+ Vula umlomo wakho uze utye oko ndikunika kona.”+ ISityhilelo 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndaya ke kuyo ingelosi ndaza ndayicela ukuba indinike umsongo omncinane. Yathi kum: “Wuthabathe uze uwutye uwugqibe,+ kwaye uya kusenza krakra isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho uya kuba mnandi njengobusi.”
8 “Wena ke, nyana womntu, yiva endikuthethayo kuwe. Ungabi nemvukelo njengendlu enemvukelo.+ Vula umlomo wakho uze utye oko ndikunika kona.”+
9 Ndaya ke kuyo ingelosi ndaza ndayicela ukuba indinike umsongo omncinane. Yathi kum: “Wuthabathe uze uwutye uwugqibe,+ kwaye uya kusenza krakra isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho uya kuba mnandi njengobusi.”