IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 24:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Ooyise mabangabulawa ngenxa yabantwana, nabantwana mabangabulawa ngenxa yooyise.+ Ngamnye makabulawe ngesono sakhe.+

  • 2 Kumkani 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ke bona oonyana babaxabeli akazange ababulale, ngokuvisisana noko kwakubhalwe encwadini yomthetho kaMoses lowo uYehova wamyalela ngawo, esithi:+ “Ooyise mabangabulawa ngenxa yoonyana, noonyana mabangabulawa ngenxa yooyise; kodwa ngamnye makabulawelwe isono sakhe.”+

  • Yeremiya 31:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kodwa ngamnye uya kufa ngenxa yesiphoso sakhe.+ Nawuphi na umntu odla iidiliya ezikrwada, ngamazinyo akhe aya kuba buthelezi.”

  • Hezekile 18:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share