IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yona 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Abantu baseNineve bakholwa kuThixo,+ yaye babhengeza ukuba kuzilwe ukutya kwambathwe namarhonya,+ ukususela koyena mkhulu kuse koyena mncinane kubo.

  • Mateyu 11:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Yeha wena, Korazin! Yeha wena, Bhethesayida!+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuni yayenzeke eTire naseSidon, ngezaziguquke kwakudala zihleli emarhonyeni naseluthuthwini.+

  • Mateyu 12:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha.

  • IZenzo 13:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Yaye ngoko, bethetha ngenkalipho, uPawulos noBharnabhas bathi: “Kwakuyimfuneko ngelizwi likaThixo ukuba lithethwe kuni kuqala.+ Ekubeni nina nilityhalela kude+ kuni yaye ningazigwebi ningababufanelekeleyo ubomi obungunaphakade, khangelani! siphethukela ezintlangeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share