IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke kaloku, makhe ndinazise oko ndiya kukwenza esidiliyeni sam: Ndiza kulushenxisa uthango lwaso,+ size sitshiswe.+ Ndiza kuludiliza udonga lwaso lwamatye, sibe sisisulu sokubhuqwa.+

  • Yeremiya 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+

  • Yeremiya 31:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Kothi ke kanye njengoko ndahlala ndibaphaphele+ ukuba ndincothule nokuba ndidilize nokuba ndichithe nokuba nditshabalalise nokuba ndenze umonakalo,+ ngokunjalo ndiya kuhlala ndibaphaphele ukuba ndakhe nokuba ndityale,”+ utsho uYehova.

  • Hezekile 15:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Kanye njengomthi womdiliya phakathi kwemithi yehlathi, endiwunikele emlilweni njengesibaso, ngokunjalo ndibanikele abemi baseYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share