2 Kronike 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+ Yeremiya 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ngoko ke utsho uYehova ngokuphathelele uYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ukuthi, ‘Abayi kumenzela sijwili ngokuthi: “Awu, mntakwethu! Awu, dade wethu!” Abayi kumenzela sijwili ngokuthi: “Awu, nkosi! Awu, isidima sakhe!”+ Yeremiya 36:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.
4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+
18 “Ngoko ke utsho uYehova ngokuphathelele uYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ukuthi, ‘Abayi kumenzela sijwili ngokuthi: “Awu, mntakwethu! Awu, dade wethu!” Abayi kumenzela sijwili ngokuthi: “Awu, nkosi! Awu, isidima sakhe!”+
30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.